馃挧 馃挧 Kukhuthazwa abantwana ukonga amanzi...
馃挧 Kukhuthazwa abantwana ukonga amanzi 馃挋 ICandelo leZiseko zophuhliso noBunjineli kuMasipala waseNelson Mandela belityelele isikolo samabanga aphantsi iJohn Masiza eWalmer, ukuyokundisa abafundi ngokubaluleka kokonga amanzi, ukugcinwa kwawo.
馃憤 1
Download the ESP App to open this chat